Lakutshon’ ilanga
Phesheya kolwandle
Ndakucinga ngawe
Lakutshon’ ilanga
Yakubuy’ inyanga
Zakubuy’ inkomo
Ndakucinga ngawe
Lakutshon’ ilanga
Ndizohamba ndikufune
Ezindleleni nasestratweni
Ezibhedlela nasetrongweni
Ndide ndikufumane
Ndizohamba ndikufune
Ezindleleni nasestratweni
Ezibhedlela nasetrongweni
Ndide ndikufumane